verse
Kwasekuqaleni wawungu Thandiwe wami
Kwasekuqaleni wawungu Thandiwe wami
Ndifuna nokuva nto
I didn't want to hear anything
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu
When I think about you, I feel pain
Izinto zajika Bekutheni na?
Things changed, why so?
chorus
(Ndicinga ngaw' ubusuku nemini)
I think about you day and night
(Mntakwethu kwenze njani)
Babe, what could be wrong?
(Phakathi kwam nawe yeah iyeah)
(Phakathi kwam nawe yeah iyeah)
(Ndicinga ngaw' ubusuku nemini)
I think about you day and night
(Mntakwethu kwenze njani)
Babe, what could be wrong?
(Phakathi kwam nawe yeah iyeah)
(Phakathi kwam nawe yeah iyeah)
verse
Ngoluthando
With this love
Nd'cela sihlale sibonisane
Please let's sit and discuss
Singayek' umhlaba asihlukanise
And not let the world break us apart
Kudala siwa mina nawe baby
We've been through a lot
Kodwa sihlala thina sibambile
But we stay holding on
Ew' emhlaben kunzima
The world is tough
Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
I don't want to live without you
chorus
(Kushiyeke ndicinga)
You left me thinking
(Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini) baby
I think about you day and night
Mntakwethu kwenze njani
Babe, what could be wrong?
Phakathi kwam nawe?
Between me and you?
No no no no! (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
No no no no! (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani) baby
Babe, what could be wrong?
(Phakathi kwam nawe?) baby
(Phakathi kwam nawe?) baby
chorus
Oh! (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
I think about you day and night
(Mntakwethu kwenze njani)
Babe, what could be wrong?
(Phakathi kwam nawe?) Baby!
(Phakathi kwam nawe?) Baby!
(Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
I think about you day and night
(Mntakwethu kwenze njani)
Babe, what could be wrong?
(Phakathi kwam nawe?) Haybo! Yeah hey!
(Phakathi kwam nawe?) Haybo! Yeah hey!
(Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
I think about you day and night
(Mntakwethu kwenze njani)
Babe, what could be wrong?
(Phakathi kwam nawe?)
Between me and you?
outro
Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini
I think about you day and night
Mntakwethu kwenze njani
Babe, what could be wrong?
Phakathi kwam nawe? Yeah iyeah
Phakathi kwam nawe? Yeah iyeah